Ukudala iimarike zemveliso zendalo

Ukuthengisa imveliso yendalo, kufuneka sinikele ingqalelo kwizinto ezine: umbutho; uthethathethwano nabasemagunyeni basekuhlaleni; inkqubo yesiqinisekiso, ngoko ke abathengi bayazi ukuba yonke imveliso ikhululekile kwikhemikhali; okokugqibela, ukuthengisa kwakunye neenkonzo zabathengi ezisulungekileyo.

Current language
isiXhosa
Need a language?
If you would like this video translated into other languages, please contact kevin@accessagriculture.org
Translated in
South Africa
Translation funded by
GIZ-KCOA
Uploaded
2 weeks ago
Duration
15:38
Produced by
Agro-Insight