Ukutyala ngokutshintshana nelegumes
iLegume zubalulekile kutshitsho zityalo, kuba luphungula ukhula kwaye lityebise umhlaba ngokongeza ibacteria ezongeza initrogen emhlabeni. ukuqiniseka ukuba umhlaba wakho unebacteria elungileyo ungathenga wongeze irhizobium bacteria. iRhizobium bacteria ihlala iminyakakumhlaba wakho awudingi kuyongeza qho xa utyala ilegume.
Current language
isiXhosa
Available languages
Need a language?
If you would like this video translated into other languages, please contact kevin@accessagriculture.org
Translated in
South Africa
Translation funded by
GIZ-KCOA
Uploaded
2 months ago
Duration
12:29
Produced by
Nawaya