Izityalo ezomeleleyo kwibedi zokutyala

iLegumes zubalulekile kutshintsho lwezityalo kuba luphungula ukhula kwaye lityebise umhlaba ngokongeza ibacteria ezongeza initrogen emhlabeni. Ukuqiniseka ukuba umhlaba wakho unebacteria elungileyo ungathenga wongeze irhizobium bacteria. iRhizobium bacteria ihlala iminyaka kumhlaba wakho awudingi kuyongeza qho xa utyala ilegume.

Current language
isiXhosa
Need a language?
If you would like this video translated into other languages, please contact kevin@accessagriculture.org
Uploaded
2 months ago
Duration
12:44
Produced by
Nawaya