Ukusebenzisa iziduli zeengxowa ukulima imifuno
Uploaded 3 weeks ago | Loading
9:30
Eyona compost igqwesileyo kwiziduli zengxowa yile yenziwa kusetyenziswa umgquba wenkukhu kunye neentsalela zezityalo. Ukuba usebenzisa umgquba onjalo, isiduli sengxowa siya kuvelisa imifuno emininzi ixesha elide.
Current language
isiXhosa
Produced by
NOGAMU