<<90000000>> viewers
<<240>> entrepreneurs in 17 countries
<<4135>> agroecology videos
<<105>> languages available

Ukondliwa kwe Mivundla

Uploaded 9 months ago | Loading

Ukuyinika umvundla ngengomso. Oku kuya kuthintela isilwanyana ekufumaneni urhudo olubangelwa zizifunxi-gazi ezikumagqabi amanzi ngenxa yombethe okanye imvula. Ukongeza, ukomisa kuvumela ifula ukuba ilahlekelwe ngamanzi amancinci. Oku kuya kuthintela isisu sesilwanyana ukuba sikhule. Ukuba kunokwenzeka, gcwalisa ifula ngesondlo esigxininisiweyo. Ukutya okugxinisisiweyo ngumxube wokutya okunika imivundla iprotein, amandla, iiminerali kunye neevithamini.

Current language
isiXhosa
Produced by
Songhaï Centre, DEDRAS
Share this video:
How you can help... Your generous donation will enable us to give smallholder farmers better access to agricultural advice in their language.

With thanks to our sponsors