<<90000000>> viewers
<<240>> entrepreneurs in 17 countries
<<4135>> agroecology videos
<<105>> languages available

Ukuvelisa iplatain nhe banana suckers esemgangathweni

Uploaded 10 months ago | Loading

Endaweni yokutyala izityalo ngqo, ungatyala izityaloezininzi ezisempilweni kwibulbu nganye. Funda ukucoca ibhalbhu ingabinantsholongwane ngokusebenzisa umxube wendalo ubeke kuthuli lwamaplanga afumileyo kwibhokisi yesintshulisi. Kwibhalbhu nganye ungafumana izithole eziyi 50 ezisempilweni ezilungele ukutyalwa ngaphantsi kweenyanga ezimbini.

Current language
isiXhosa
Produced by
Alcide Agbangla
Share this video:

With thanks to our sponsors