Ukwenza umgubo webhanana
Uploaded 1 year ago | Loading
11:45
Reference book
Kwihlabathi lonke,abantu batya ibanana ne plantains. Ngelixa abanye ibanana ikukutya kubo, abanye bayitya njengesiqhamo. Xa sele zivuniwe iibanana azihlali xesha lide kubalula nokonakala ngelixesha zibanjwayo naxa ziqoqoshwa. Kodwa kuyenzeka ukuguqula ibanana okanye iplantains kwenye into enesondlo,umgubo
Current language
isiXhosa
Produced by
KENAFF, Farm Radio Trust Malawi, UNIDO Egypt, Farmers Media Uganda