Izichumiso zezityalo zendalo
Uploaded 2 years ago | Loading

15:49
Ungazenzela isichumiso sendalo ngezinongo ezifumaneka emakhayeni ezifana nobulongwe,cheese,ubisi,umchamo,swekile neebhanana ezivuthiweyo. Ukuyenza ibenamandla ungongeza isixa somchamo namagqabi anevumba ukuze incede iigrogro nezifo.
Current language
isiXhosa
Produced by
MSSRF