<<90000000>> viewers
<<266>> entrepreneurs in 18 countries
<<4647>> agroecology videos
<<107>> languages available

Ukujika amashiyekela entlazi abe sisichumiso

Uploaded 1 year ago | Loading

Iguts, iintloko, amafele okanye naliphi na ilungu lentlanzi abantu abangalityiyo angajikwa abeziintsholongwane eziluncedo ngokuzivundisa okanye ukuzibolisa. Amashiyekela entlanzi atyebile kwii nitrogen, phosphorus, calcium kunye ne vitamins. Ngokufaka isichumiso sentlanzi singandisa iimicrobes emhlabeni, ukuze umhlaba wondleke kwaye ubene nutrients ulungele izityalo. Oku kwenza izityalo zikhule zomelele kwiingcambu nakumagqabi nokungafunyanwa ziigrogro nazizifo nesivuno esininzi. Isichumiso sentlanzi siphucula nomgangatho wezityalo.

Current language
isiXhosa
Produced by
Green Adjuvants
Share this video:

Related Videos

With thanks to our financial partners